Thursday, October 16, 2008

Ndiphelelwe Ngumoya

Ndiphelelwe ngumoya.
Ndizalwe ndixelelwa ukuba ndime ndibe yindoda.
Xola.
Bendibacenga ukuba bandiyeke ndedwa,
Ke ndigaba nokuthula xa ndifile.
Ngoba ndizalwe ndixelelwa ukuba ndibe umkhwetha.
Ndikhule ndibethwa, ndihlekwa, ndikhatywa, kodwa bangafuni ukundilahla.
Bendizula.
A lost cause unto myself, ndizama ukufumana indlela.
Khange bandijonge phakathi bafumane ezozinto ndizikhatheleleyo.
Khange bandibambe xakubanda,
Ngoba bendizalwe ukuba ndibe yinkosi emaXhoseni.
Babendiqeqesha, ngoba bendimosha…ndizimosha.
Abandibuzanga,
Babendibambizandla besithi, “Nyamezela ndoda! Yibanamandla!”
Kodwa ndigabayindoda njani xa, kulento ndiyifumanayo,
Andizalwanga ukuba ndibe ngumtwana?

No comments: